Iindawo Zokurenta Inyanga eBordeaux

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bordeaux
Umtsalane embindini we-Old Bordeaux
4 Feb – 6 Mat
Yi$1 530 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-164
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Capucins - Victoire
Iflethi okanye indlu ekwicomplex yaseBordeaux Centre
22 Jul – 19 Aga
Yi$1 395 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-479
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Caudéran
Studio cosy avec coin nuit bail mobilité
12 Jan – 11 Feb
Yi$855 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-4
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bordeaux
Nice flat Bordeaux centre Pey Berland
23 Dis – 22 Jan
Yi$1 830 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-5

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBordeaux

Place de la Boursebayi 594 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Parc des Expositions de Bordeauxbayi 25 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Parc Bordelaisbayi 235 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Aushopping Bordeaux Lacbayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Stade Chaban-Delmasbayi 34 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Mirror ye-Majibayi 486 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.