Iindawo Zokurenta Inyanga eLa Rochelle

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Port de Plaisance des Minimes
I-Studio+ i-mezzanine epheleleyo yolwandle ngaselunxwemeni
18 Okt – 15 Nov
Yi$1 096 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-La Rochelle
INDLU ENEGADI EVALEKILEYO * *
25 Dis – 22 Jan
Yi$1 126 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-La Pallice
Iflethi etofotofo F2 kwindlu enomtsalane kwimizuzu eyi-10 ukusuka embindini
8 Jan – 5 Feb
Yi$808 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-La Rochelle
I-Studio Guignette, kufutshane ne-aquarium, isikhululo setreyini, izibuko
18 Jan – 15 Feb
Yi$1 200 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLa Rochelle

La Rochelle Vieux Portbayi 64 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Aquarium ye-La Rochellebayi 609 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Vieux-Portbayi 96 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Port Des Minimesbayi 34 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Parc Commercial Beaulieu La Rochellebayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Stade Marcel Deflandrebayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.