Iindawo Zokurenta Inyanga eCabo de Peñas

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Antromero
Indlu ebukekayo elwandle
1 Feb – 1 Mat
Yi$3 017 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-304
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Gijón
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ❤️ e-Cimavilla • ♻OZONE♻
3 Nov – 1 Dis
Yi$1 358 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-217
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Gijón
iflethi yale mihla ene-wiew emangalisayo
17 Nov – 15 Dis
Yi$1 237 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-234
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Luanco
Ukubuka ulwandle okumangalisayo kunye neemitha eziyi-10 ukusuka elunxwemeni kunye neemitha eziyi-10 ukusuka elunxwemeni
28 Okt – 25 Nov
Yi$2 723 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-117

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.