Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eCadaujac

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cadaujac
Indlu yamatye
7 Mat – 4 Epr
Yi$1 564 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bordeaux
Charme au coeur du Vieux Bordeaux
3 Dis – 2 Jan
Yi$1 554 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Villenave-d'Ornon
Igumbi lakho lokulala elizolileyo elikufutshane neBordeaux/Izidiliya
27 Nov – 25 Dis
Yi$1 481 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-La Brède
GITE DE 4 PERSONNES
6 Jan – 3 Feb
Yi$1 454 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseCadaujac

Les Sources De Caudaliebayi 31 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Farm ye-Exoticbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Maison du Fleuvebayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Château Smith Haut Lafittebayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurant La Table du Lavoirbayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurant La Grand' Vignebayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.