Iindawo Zokurenta Inyanga eCadillac

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Cadillac
Hidden Gem on Lake Mitchell Canal. 3BR - LG Yard
8 Sep – 6 Okt
Yi$2 327 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Mesick
Indlu yeendwendwe yaseBates
25 Okt – 22 Nov
Yi$1 336 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Frankfort
Indlu yamaplanga Phola, ehlathini
25 Jan – 22 Feb
Yi$743 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga e-Cadillac
Ihlathi Ingca Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga esecaleni kweLake Mitylvania
21 Nov – 19 Dis
Yi$2 929 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseCadillac

Clam Lake Beer Cobayi 32 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Herraduras Authentic Mexican Bar & Grillbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
G & D Pizza & Party Storebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lakeside Charliesbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Evergreen Golf Coursebayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
GQT Cadillac 4bayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.