Iindawo Zokurenta Inyanga eCharlevoix

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Charlevoix
I-Michael 's Ferry Beach Retreat
8 Epr – 6 Mey
Yi$2 449 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-170
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Charlevoix
Amanyathelo amatsha aseDowntown Condo ukusuka emanzini!
25 Epr – 23 Mey
Yi$2 523 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-110
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Walloon Lake
Hidden Gem near skiing
17 Epr – 15 Mey
Yi$1 572 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-172
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Mancelona
Iyunithi #121 kwisiseko seSchuss Mountain
21 Jul – 18 Aga
Yi$1 334 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-143

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseCharlevoix

Michigan Beach Parkbayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bridge Street Tap Roombayi 21 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Villager Pubbayi 31 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Stafford's Weathervane Restaurantbayi 35 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Smoke On the Waterbayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Family Fare Supermarketbayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.