Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eMartha's Vineyard

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Oak Bluffs
Iflethi okanye indlu ekwicomplex entle eyi-2 BR Oak Bluffs
25 Okt – 22 Nov
Yi$3 722 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-299
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Oak Bluffs
In-Town Retreat: Deck, Hamba uye elunxwemeni, iGem!
10 Feb – 10 Mat
Yi$4 685 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-224
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Oak Bluffs
I-Luxury Yurt w/I-kayaking yasimahla
7 Nov – 5 Dis
Yi$6 471 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-200
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Oak Bluffs
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekuthiwa yiSunny 's Vineyard
29 Dis – 26 Jan
Yi$4 469 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-161

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.