Iindawo Zokurenta Inyanga eMackinac Island

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Frankfort
Indlu yamaplanga Phola, ehlathini
25 Jan – 22 Feb
Yi$743 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Saint Ignace
I-Moran Bay View Suite
1–29 Dis
Yi$2 501 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Walloon Lake
Hidden Gem near skiing
20 Epr – 18 Mey
Yi$1 614 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Saint Ignace
I-Lola 's Retreat, kufuphi nesikhephe ukuya eMackinac Island
29 Dis – 26 Jan
Yi$3 686 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMackinac Island

Grand Hotelbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Arch Rockbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Fort Mackinacbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pink Ponybayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mission Point Resortbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mackinac Islandbayi 276 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.