Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eCladech

Zive usekhaya kwiindawo ezifanelekileyo ukuba uhlale inyanga okanye ixesha elide kunelo

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Belvès
Appartement spacieux et lumineux
19 Jul – 16 Aga
Yi$1 128 ngenyanga
ISuperhost
Indlu engasemva e-Saint-André-d'Allas
Indlu yeStudio kunye negadi imizuzu eyi-10 ukusuka eSarlat
11 Nov – 9 Dis
Yi$694 ngenyanga
ISuperhost
Indlu e-Sainte-Foy-de-Belvès
I-La Luciole, phakathi kwamatye kunye nendalo...
23 Aga – 20 Sep
Yi$898 ngenyanga
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sarlat-la-Canéda
Appartement n°2 centre Sarlat
6 Mey – 3 Jun
Yi$857 ngenyanga

Iindawo Zokurenta Inyanga KuAirbnb

Izinto ezikwenza uzive usekhaya

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo zokuhlala ixesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo

Ukusebenza kwenziwe kwalula - fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex othatha ngokungena kuzo ezilungele abasebenzi, abantu abafuduke ngenxa yentlekele nabanye ekufuneka bafuduke.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.