Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eDahn

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Inqugwala e-Lemberg, Germany
Indlwana encinci kaLuise
14 Jan – 11 Feb
Yi$1 263 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Trulben, Germany
Indawo ethe cwaka ne-idyllic holidayapartment
3 Nov – 1 Dis
Yi$1 205 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Hinterweidenthal, Germany
Iflethi okanye indlu ekwicomplex engaqhelekanga
25 Dis – 22 Jan
Yi$1 273 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Lemberg - Salzwoog, Germany
Imbali Zollhaus 2er Appartement Anno 1729
27 Nov – 25 Dis
Yi$1 740 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDahn

Schwimmbad Felsland Badeparadies & Saunaweltbayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
PWV Dahn, Dahner PWV-Hütte im Schneiderfeldbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Altdahn Castlebayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.