Iindawo Zokurenta Inyanga eDamansara Utama

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Petaling Jaya
TheTropics AtriaSofo - FreeParking 30mbps Netflix
5 Jun – 3 Jul
Yi$737 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-106
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Petaling Jaya
[Entire Unit] Cozy 1-bedroom condo by Kakah
26 Mat – 23 Epr
Yi$496 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-23
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Petaling Jaya
Designer unit with Netflix - HighFloor
27 Nov – 25 Dis
Yi$749 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-31
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Petaling Jaya
2-4pax Clean Cosy Comfort @ SS2 PJ Mall/Pool/Gym
20 Epr – 18 Mey
Yi$971 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-78

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDamansara Utama

Damansara Uptownbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Village Park Restaurantbayi 98 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Jaya Grocer The Starlingbayi 21 abantu basekuhlaleni abayincomayo
KPJ Damansara Specialist Hospitalbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
MRT Bandar Utamabayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Damansara Uptown Hokkien Mee (Uptown-HQ)bayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.