Iindawo Zokurenta Inyanga eDangolsheim

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Mutzig
Iflethi okanye indlu ekwicocooning
15 Jan – 12 Feb
Yi$1 399 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-218
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Mutzig
Isitudiyo esinomtsalane embindini wesixeko saseMutzig
13 Sep – 11 Okt
Yi$1 632 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-104
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Mutzig
Isitudiyo esimnandi esinefenitshala enegumbi lokuhlambela nendlu yangasese
8 Nov – 6 Dis
Yi$1 264 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-191
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Molsheim
🔶Isidlo Sakusasa🔶 Sokuthuthuzela Esikhulu Sokufotha🔶I-Terrace 🔶Clim
8 Sep – 6 Okt
Yi$3 088 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-171

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. France
  3. Grand Est
  4. Bas-Rhin
  5. Dangolsheim
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga