Iindawo Zokurenta Inyanga eDanjoutin

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Belfort
F2*DESIGN*hypercentre *résidence standing*
20 Jul – 17 Aga
Yi$994 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-136
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Belfort
Yiya Kwintliziyo Yedolophu Yakudala
19 Jul – 16 Aga
Yi$1 367 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-183
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Belfort
isecaleni kakhulu🤩 ibe inendawo yokupaka esimahla ekufutshane💥
16 Okt – 13 Nov
Yi$1 239 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-205
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Belfort
Belfort, wamkelekile ekhaya
13 Sep – 11 Okt
Yi$1 394 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-121

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDanjoutin

E.Leclercbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Quick de Belfortbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ristorante Del Artebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
POOL GABRIEL PANNOUXbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bouerybayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Théâtre de Marionnettes de Belfortbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.