Iindawo Zokurenta Inyanga eDedham

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Dedham
Indlu Esemaphandleni Kwisixeko
3 Epr – 1 Mey
Yi$3 478 ngenyanga
ISuperhost
I-townhouse e-Dedham
Indlu Yedolophu Enomtsalane Kwidolophu Yembali kufuphi neBoston.
5 Epr – 3 Mey
Yi$3 932 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Malden
I-Victorian Enendawo Yokubona Nokupaka
12 Mat – 11 Epr
Yi$2 268 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Dedham
I-Gem Efihliweyo Kufuphi ne-Boston w/amagumbi okulala ayi-2 HighSpeedWifi
4 Jan – 1 Feb
Yi$3 677 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDedham

Legacy Placebayi 62 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Dedham Mallbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Showcase Cinema de Lux Legacy Placebayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Legal C Barbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
50's Dinerbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pleasant Cafebayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.