Iindawo Zokurenta Inyanga eDijon

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Dijon
I-Luminous Oblique kunye neGaraji
29 Sep – 27 Okt
Yi$1 408 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Centre Nord
Vue unique en plein coeur de Dijon
27 Okt – 24 Nov
Yi$1 407 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Centre Nord
I-loft encinci enomtsalane embindini wedolophu ❤️
11 Okt – 8 Nov
Yi$1 099 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Centre Nord
Le Tillot
14 Dis – 11 Jan
Yi$785 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDijon

La Toison d'orbayi 32 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Zenith Dijonbayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Jardin Darcybayi 35 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Museum of Fine Arts Dijonbayi 183 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Vapeurbayi 22 abantu basekuhlaleni abayincomayo
IKEA Dijonbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.