Iindawo Zokurenta Inyanga eDoor County

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi e-Egg Harbor
Indawo entle ye-Egg Harborway
25 Okt – 22 Nov
Yi$2 709 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-259
ISuperhost
Iflethi e-Ephriam
Phinda uhlaziye uEfrayim Condo ngomlilo #301
16 Mat – 13 Epr
Yi$2 712 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-208
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Egg Harbor
Isitudiyo seFama esitofotofo
19 Jan – 16 Feb
Yi$2 862 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-240
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Sturgeon Bay
Indlu ekutshoneni kwelanga
24 Nov – 22 Dis
Yi$3 122 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-175

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.