Iindawo Zokurenta Inyanga eDouzillac

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Douzillac
Indlu yabantu abayi-6 enepuli nomatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
6 Nov – 4 Dis
Yi$1 748 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-112
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Manzac-sur-Vern
Green Lodge in the heart of Périgord
5 Mey – 2 Jun
Yi$1 177 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-107
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Saint-Astier
Indawo esembindini weSaint-Astier
20 Okt – 17 Nov
Yi$1 071 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-283
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Sigoulès-et-Flaugeac
Indlu encinci enomtsalane enepuli
19 Sep – 17 Okt
Yi$687 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-103

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.