Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eDuisburg-Süd

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Duisburg
beautiful apartment near airport & fair Düsseldorf
22 Jul – 19 Aga
Yi$2 066 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Krefeld
ukwahlukana okuthandekayo phantsi kophahla
17 Jun – 15 Jul
Yi$879 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Krefeld
iflethi okanye indlu ekwicomplex ene-terrace
24 Nov – 22 Dis
Yi$1 178 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Duisburg
Iloft ethe cwaka ejonge umlambo iRhine
15 Dis – 12 Jan
Yi$1 442 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDuisburg-Süd

Sechs-Seen-Plattebayi 26 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tiger & Turtlebayi 35 abantu basekuhlaleni abayincomayo
realbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.