Iindawo Zokurenta Inyanga eEmbiez

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Six-Fours-les-Plages
Ikona yezulu imizuzu eyi-5 xa usuka elunxwemeni
10 Dis – 7 Jan
Yi$1 369 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-198
Ithandwa zindwendwe
Ikhaya leholide e-Six-Fours-les-Plages
Ukubuka ulwandle okusemagqabini nge-wifi, umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu nendawo yokupaka
28 Okt – 25 Nov
Yi$2 053 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-110
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Six-Fours-les-Plages
I-T3 Waterfront, i-cros beach, ulwandle.
1–29 Nov
Yi$2 486 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-116
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Six-Fours-les-Plages
Ukubuka ulwandle: Six Fous les Plages
18 Okt – 15 Nov
Yi$2 007 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-289

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.