Iindawo Zokurenta Inyanga eEmory

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Lone Oak
♲★✿I-Green✿House Getaway to Work or Play✿
21 Jul – 18 Aga
Yi$2 647 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-114
Ithandwa zindwendwe
Intente e-Emory
I-Wildflower Yurts ~ I-Honeyreonle
25 Nov – 23 Dis
Yi$2 893 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-120
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Sulphur Springs
Inenekazi Eliyihafu
28 Jul – 25 Aga
Yi$2 481 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-531
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Emory
I-Lake Getaway enomtsalane kunye ne-Sunset Views!
7 Jul – 4 Aga
Yi$5 466 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-106

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseEmory

Sidekicksbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
El Mannabayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Don's Restaurantbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ya'll Come Back Cafebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sidekicks Bar & GRILLbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hooten's Hardwarebayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. United States
  3. ETexas
  4. Rains County
  5. Emory
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga