Iindawo Zokurenta Inyanga eFairbanks

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Fairbanks
Indlu Yamaplanga Endala Eneminyaka eyi-102 eDowntown
24 Epr – 22 Mey
Yi$2 126 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Fairbanks
I-Bennett Road Retreat
22 Epr – 20 Mey
Yi$1 962 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Fairbanks
I-Aurora Pond Cabin kunye ne-Winter Dog Sled Rides
9 Jul – 6 Aga
Yi$1 467 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Fairbanks
Alaskana Suite - Quiet Home!
28 Epr – 26 Mey
Yi$1 738 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseFairbanks

Creamer's Field Migratory Waterfowl Refugebayi 121 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Walmart Supercenterbayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pioneer Parkbayi 126 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Cookie Jar Restaurantbayi 60 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Fairbanks Ice Museumbayi 28 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Fountainhead Antique Auto Museumbayi 75 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.