Iindawo Zokurenta Inyanga eNorth Pole

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-North Pole
Igumbi Lezinja Ezibomvu
31 Dis – 28 Jan
Yi$1 692 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-109
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Fairbanks
Alaskana Suite - Quiet Home!
14 Epr – 12 Mey
Yi$1 696 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-138
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-North Pole
Indlu yamaplanga yale mihla eqaqambileyo w/2queen iibhedi. Izibane zasemantla
25 Epr – 23 Mey
Yi$1 498 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-45
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-North Pole
Indlu yamaplanga yabantu ababini eNorth Pole, eAlaska
28 Sep – 26 Okt
Yi$2 258 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-41

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseNorth Pole

Indlu kaSanta Clausbayi 133 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pagoda Chinese Restaurant & Barbayi 68 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Little Richard's Family Dinerbayi 25 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Safewaybayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Great Alaska Pizza Cobayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
North Pole Creperybayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.