Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eFurano

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Furano
Limited to 1 group per day.Have a nice stay!
11 Mat – 8 Epr
Yi$1 580 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Furano
Imizuzu eyi-5 uhamba ngeenyawo usuka esixekweni!Uyakwazi ukufikelela kwiindawo zokutyibiliza ekhephini!Hlala eFuRaNo
Yi$3 689 ngenyanga
ISuperhost
Ikhaya leholide e-Furano
I-Orchid Furano - IFLETHI yegumbi lokulala eliyi-1
15 Mat – 12 Epr
Yi$5 308 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-Furano
Kaku Place 2 Bedroom by H2 Life
15 Mat – 12 Epr
Yi$6 952 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseFurano

Ningle Terracebayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Furano Ski Resortbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Furano Cheese Factorybayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Yuiga Doxonbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Umgcawu weFurano, Hokkaido, Japanbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Furanoyabayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Japan
  3. Hokkaido
  4. Furano
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga