Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eNiseko, Abuta District

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-虻田郡ニセコ町
I-Snow Shack Niseko + 4WD Van
19 Epr – 17 Mey
Yi$3 981 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Niseko, Abuta District
I-Mori no-Kofco, indlu efana nebhokisi encinci yamaplanga kwikona yaseNiseko
29 Epr – 27 Mey
Yi$2 354 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kutchan, Abuta District
Iiflethi okanye izindlu ezikwicomplex ezing
7 Epr – 5 Mey
Yi$2 302 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Ikhaya leholide e-Niseko-cho, Abuta-gun
Koguma Niseko
13 Mey – 10 Jun
Yi$3 159 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseNiseko, Abuta District

Niseko Mt. Resort Grand Hirafubayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hilton Niseko Villagebayi 34 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Isakhiwo se-Ski se-Niseko Annupuri Kokusaibayi 53 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Niseko Northern Resort AnNupribayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Niseko Grand Hotel Hokkaidobayi 22 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Niseko View Plaza Rest Areabayi 23 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Japan
  3. Hokkaido
  4. Niseko
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga