Iindawo Zokurenta Inyanga eSapporo

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sapporo
(205) Hello Kittys!/ Free Wifi/5min-walk fm Subway
28 Mey – 25 Jun
Yi$821 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sapporo
Igumbi #2 Isitudiyo sabucala esilungele abahambi abahamba bodwa
3 Epr – 1 Mey
Yi$850 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sapporo
#201 Comfortable Private Studio. 長期滞在にオススメ!洗濯機有り。
6 Mey – 3 Jun
Yi$993 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sapporo
ALMAZ PLACE#102/Wi-Fi無料/空港アクセス良好/モダンな内装/お部屋でリラックス
4 Mat – 1 Epr
Yi$799 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSapporo

Tanukikoji Shopping Streetbayi 318 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-TV Tower ye-Sapporobayi 192 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Sapporo Clock Towerbayi 158 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sapporo Beer Museumbayi 277 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Market ye-Nijobayi 244 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Nakajima Parkbayi 33 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Japan
  3. Hokkaido
  4. Sapporo
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga