Iindawo Zokurenta Inyanga eGabai River

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi e-Ampang Jaya
2.KL City, Smart TV, Ifenitshala epheleleyo, 5km To KLCC
4 Jul – 1 Aga
Yi$543 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-34
ISuperhost
Iflethi e-Kuala Lumpur
Cheap Long Stay Cozy 1 Bedroom Apartment Near KLCC
30 Mat – 27 Epr
Yi$385 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-28
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ampang Jaya
【I-Liberty Arc 】Kuala Lumpur Corner Lot kunye ne-Balcony
6 Mat – 3 Epr
Yi$556 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-42
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kuala Lumpur
Entire Studio near MRT, New Resort Hotel (WSQ11)
3 Epr – 1 Mey
Yi$459 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-3

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.