Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eGambarogno

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Gambarogno
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ejongene neLake Maggiore
8 Jan – 5 Feb
Yi$2 545 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Gambarogno
I-Studio Strega Quartino NL-00002984
4 Dis – 1 Jan
Yi$1 195 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Gambarogno-Vira
I-Lago Maggiore - I-Privatstrand - I-Studio ViraLago 503
11 Epr – 9 Mey
Yi$1 779 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Gambarogno
2 1/2 igumbi iflethi okanye indlu ekwicomplex UJENNY Quartino NL-00002981
9 Nov – 7 Dis
Yi$1 455 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseGambarogno

Splash e Spa Tamarobayi 122 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Monte Tamaro SAbayi 22 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lido Asconabayi 29 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ristorante Osteria Nostrana & Ferienwohnungbayi 35 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Adventure Park Monte Tamarobayi 41 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Grotto Baldoriabayi 21 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.