Iindawo Zokurenta Inyanga eGarberville

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Miranda
Isitudiyo Esikhulu Kwi-Redwoods 8D
3–31 Jan
Yi$1 739 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-105
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Miranda
Iflethi okanye indlu ekwicomplex epheleleyo kwii-redwoods zaseMiranda 1C
30 Aga – 27 Sep
Yi$2 517 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-156
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Miranda
Eyona Imfihlelo Efihliweyo e-Redwoods. I-Bel Rancho
7 Jul – 4 Aga
Yi$2 788 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-385
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Redway
Modern 2 Bedroom❤️Chef’s Kitchen🔥
4 Epr – 2 Mey
Yi$5 344 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-132

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseGarberville

Ray's Food Placebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Eel River Cafebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Woodrose Cafebayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cecil's New Orleans Bistrobayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Flavorsbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bon Bistro & Bakerybayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.