Iindawo Zokurenta Inyanga eGlen Arbor

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Glen Arbor
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle elinomgangatho omangalisayo kwi-M22
5 Epr – 3 Mey
Yi$1 963 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Frankfort
Indlu yamaplanga Phola, ehlathini
23 Jan – 20 Feb
Yi$743 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Interlochen
The Overlook *Crystal Mountain *Traverse City
15 Nov – 13 Dis
Yi$1 628 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Elk Rapids
Village of Elk Rapids Walk to Beach
30 Mat – 27 Epr
Yi$1 895 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseGlen Arbor

Art's Tavernbayi 72 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Boonedocksbayi 25 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cherry Republic | Glen Arborbayi 55 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Anderson's Glen Arbor Marketbayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Leelanau Coffee Roasting Companybayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Good Harbor Grillbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.