Iindawo Zokurenta Inyanga eGmina Zielonki

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kraków
Wygodne mieszkanko z łazienką i kuchnią "Na wieży"
9 Epr – 7 Mey
Yi$735 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-8
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kraków
Iflethi etofotofo ejonge epakini "ON THE TOWER"
8 Epr – 6 Mey
Yi$788 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-26
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Nowa Huta
RetroHause
26 Feb – 26 Mat
Yi$504 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-26
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kraków
Mieszkanie z dobrą energią na długie pobyty
8 Sep – 6 Okt
Yi$1 101 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-9

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseGmina Zielonki

Korzkiew Castlebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Malinowy Aniołbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Gospoda u Przyjaciółbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.