Iindawo Zokurenta Inyanga eGoat Island

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Newport
"IGUMBI KWI-BOB '
28 Okt – 25 Nov
Yi$1 812 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-263
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Newport
Indawo Yokuzikhupha Ephucukileyo Edolophini eNewport
31 Mat – 28 Epr
Yi$3 758 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-341
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Newport
I-Broadway Studio
7 Jan – 4 Feb
Yi$2 406 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-217
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Middletown
I-Nest Yondwendwe Lomhambi kufuphi namalwandle
30 Dis – 27 Jan
Yi$2 037 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-274

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.