Iindawo Zokurenta Inyanga eHalkidiki

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi e-Perea
Iflethi Engasemanzini enendawo yokubona ulwandle eyi-180 °
23 Nov – 21 Dis
Yi$2 190 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-Thessaloniki
Bocca’s
12 Jan – 9 Feb
Yi$459 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Halkidik
I-Anchors Aweigh 1-N.Skioniandra Sea view apt.
2 Feb – 2 Mat
Yi$980 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Thessaloniki
karen studio in Old Town, Thessaloniki
4 Okt – 1 Nov
Yi$557 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseHalkidiki

Ormos Panagiasbayi 48 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sahara Resortbayi 45 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Neos Marmarasbayi 64 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Armenistis Campingbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sani Resortbayi 32 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Porto Carras Grand Resortbayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.