Iindawo Zokurenta Inyanga eThasos

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Thasos
I-Vasilikis studio 2!
2–30 Nov
Yi$1 844 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-9
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Thasos
Indlu yeholide enethala negadi kwindawo efanelekileyo
25 Dis – 22 Jan
Yi$1 509 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-8
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Thasos
Iflethi okanye indlu ekwicomplex evulekileyo imizuzu eyi-3 xa usiya e-G
27 Epr – 25 Mey
Yi$1 606 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-53
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Agios Georgios
Alex's studio in peaceful location in Thasos
7 Mey – 4 Jun
Yi$1 040 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-9

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseThasos

I-Ferry Portbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
ThassianDoukasbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurant Mouses Thassosbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Masoutisbayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Simi Restaurantbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mylos Restaurantbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.