Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eThessaloniki

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Thessaloniki
Modern Urban Studio, Skg City Centre
25 Epr – 23 Mey
Yi$1 076 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Thessaloniki,
Ilanga kunye neziko lembali elimnandi
30 Sep – 28 Okt
Yi$1 302 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-Thessaloniki
I-Central Bright Studio enebhalkhoni
3 Jun – 1 Jul
Yi$722 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-Thessaloniki
Bocca’s
12 Jan – 9 Feb
Yi$459 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseThessaloniki

I-White Tower yase-Thessalonikibayi 540 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kamarabayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
IStadium yase-Toumbabayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
One Salonica Outlet Mallbayi 97 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iqonga lase-Agia Sofiabayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Plato Aristotelousbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.