Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eHoussen

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Houssen
Le Nid Douillet 4pers / sauna / wifi / lave linge.
12 Jun – 10 Jul
Yi$1 871 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-56
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Houssen
Appartement " Le grenier de Véro"
22 Jun – 20 Jul
Yi$1 900 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-17
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ribeauvillé
Gîte traditionnel "chez Noëlle »
18 Jan – 15 Feb
Yi$629 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-98
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Houssen
Le Nid d'Amour 2pers / sauna / wifi / lave linge.
4 Aga – 1 Sep
Yi$2 254 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-28

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseHoussen

Corabayi 29 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Centre Commercial Shop'in Houssenbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lidlbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. France
  3. Grand Est
  4. Haut-Rhin
  5. Houssen
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga