Iindawo Zokurenta Inyanga eHüfingen

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Hüfingen
Iflethi okanye indlu ekwicomplex entle enendawo entle
15 Dis – 12 Jan
Yi$1 632 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Villingen-Schwenningen
Iflethi entle eTannheim im Schwarzwald
10 Okt – 7 Nov
Yi$918 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Hüfingen
FeWo Ketterer Hausen vor Wald
3 Sep – 1 Okt
Yi$1 238 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Hüfingen
Indawo yeholide eqeshisayo etofotofo
7 Epr – 5 Mey
Yi$1 454 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseHüfingen

I-Donaueschingenbayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tatzmania Löffingenbayi 26 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Eiscafé Vivaldibayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Linde Gasthofbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Café Naschwerkbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurant mundartbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.