Iindawo Zokurenta Inyanga eIdeal Beach

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Staten Island
1-BdRm Entire Apartment St. George
Yi$1 581 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-150
ISuperhost
Indlu e-Keansburg
I-Keansburg! Ikhaya labucala, kufuphi nolwandle olulungele izilwanyana zasekhaya
4 Dis – 1 Jan
Yi$5 260 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-251
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Staten Island
Indlu esemaphandleni ekuthiwa yi-Sweet Pea
31 Dis – 30 Jan
Yi$2 174 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-338
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-ENew York
Isitudiyo sepaki yaselwandle
21 Sep – 21 Okt
Yi$2 094 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-186

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.