Iindawo Zokurenta Inyanga eIlanz

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Andiast
sonnige 2 1/2 Zimmer Dachwohnung mit Dachfenster
15 Nov – 13 Dis
Yi$1 458 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-104
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ilanz
Amagumbi amahle neeflethi okanye izindlu ezikwicomplex
9 Jan – 6 Feb
Yi$5 028 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-161
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Flond
I-Casa Radieni Studio eFlond GR, Nähe Flims/Laax
1–29 Jul
Yi$2 442 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-128
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Waltensburg/Vuorz
Indlu esefama endala eBündner Bergen
17 Okt – 14 Nov
Yi$1 955 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-223

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseIlanz

Coop Supermarkt Ilanzbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
ALDIbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Schwimmbad Fontanivasbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Stiva Vegliabayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Menzli Sport AGbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cinema Sil Plazbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.