Iindawo Zokurenta Inyanga eIllhaeusern

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Illhaeusern
Umbuki zindwendwe nguCamille noJulien
30 Jun – 28 Jul
Yi$1 659 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-183
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bergheim
Phakathi kwimidiliya ipuli☆ yokuqubha Igadi☆ Indawo yokupaka☆ i-Terrace
15 Jan – 12 Feb
Yi$1 656 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-261
Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Marckolsheim, France
Maison du Tonnelier.
20 Feb – 20 Mat
Yi$1 719 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-105
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Durrenentzen, France
I-sudio enomtsalane kumnyango weColmar
28 Sep – 26 Okt
Yi$1 153 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-204

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. France
  3. Grand Est
  4. Haut-Rhin
  5. Illhaeusern
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga