Iindawo Zokurenta Inyanga eKansas City

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Kansas City
Perfect quiet getaway- 15 minutes from downtown!
18 Mey – 17 Jun
Yi$777 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-155
ISuperhost
Iflethi e-Kansas City
Indawo Evulekileyo Enomtsalane - iMarike yoMlambo/iDowntown KC
6 Mat – 5 Epr
Yi$1 910 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-198
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Westwood
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekuthiwa yi-Carriage House
7 Jul – 4 Aga
Yi$1 910 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-175
ISuperhost
I-loft e-Kansas City
♥ yeDowntown★ 180° Ukubonwa, Ukuhamba Ngeenyawo, 30nangaphezulu Kwiindawo Zokuhlala Zosuku
14 Epr – 16 Mey
Yi$2 370 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-444

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseKansas City

Legends Outlets Kansas Citybayi 118 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hollywood Casino at Kansas Speedwaybayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kansas Speedwaybayi 57 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Children's Mercy Parkbayi 66 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Argosy Casino Hotel & Spabayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Penn Valley Parkbayi 25 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.