Iindawo Zokurenta Inyanga eKansas City

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Kansas City
Perfect quiet getaway- 15 minutes from downtown!
18 Mey – 17 Jun
Yi$785 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-155
ISuperhost
Iflethi e-Kansas City
Indawo Evulekileyo Enomtsalane - iMarike yoMlambo/iDowntown KC
6 Mat – 5 Epr
Yi$1 910 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-198
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Westwood
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekuthiwa yi-Carriage House
23 Jul – 20 Aga
Yi$1 927 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-175
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kansas City
I-Plaza Perfection! Hamba uye kwiivenkile!
16 Jan – 15 Feb
Yi$2 235 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-104

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseKansas City

Arrowhead Stadiumbayi 188 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kansas City Zoobayi 214 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Country Club Plazabayi 505 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kauffman Stadiumbayi 222 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Crown Centerbayi 234 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kansas City International Airportbayi 40 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.