Iindawo Zokurenta Inyanga eLawrence

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Lawrence
Intliziyo yeDowntown Lawrence
8 Mat – 5 Epr
Yi$2 450 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-139
ISuperhost
I-townhouse e-Lawrence
Yiza uhlale kwindawo ethe cwaka netofotofo!
6 Mat – 3 Epr
Yi$2 434 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-128
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Lawrence
I-MASS STREET SUITE • Ibhedi enkulu • BNB HOTEL MASS
4 Mat – 1 Epr
Yi$3 155 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-226
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Lawrence
Indlu Eyikalishi Kwindawo Entle
21 Mey – 18 Jun
Yi$2 052 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-287

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLawrence

Allen Fieldhousebayi 25 abantu basekuhlaleni abayincomayo
University of Kansasbayi 44 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Burger Stand at The Casbahbayi 24 abantu basekuhlaleni abayincomayo
David Booth Kansas Memorial Stadiumbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Free State Brewing Companybayi 65 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Granadabayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.