Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eKimberley

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kimberley
I-Suite kwi-Ski Hill - Ski In/ Ski Out
6 Jun – 4 Jul
Yi$1 281 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Kimberley
Intaba: Isitudiyo. I-Boutique Ski Hill Condo
13 Jan – 10 Feb
Yi$1 728 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kimberley
I-Sunnyside Modern Apartment Ekunene kwi "The Platzl"
15 Sep – 13 Okt
Yi$2 701 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Kimberley
I-King on the Hill
3–31 Jul
Yi$2 543 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseKimberley

Trickle Creek Golf Resortbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Stonefire Pizzeriabayi 22 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pedal & Tapbayi 50 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Platzlbayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sullivan Pubbayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Burrito Grillbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.