Iindawo Zokurenta Inyanga eKinoulton

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Hickling
Indlu esemaphandleni enamagumbi aliqela kunye neendawo ezintle
10 Dis – 7 Jan
Yi$1 947 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-378
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Bottesford
Ukutshintshwa kwesitudiyo kwindlu endala yomqeqeshi
8 Okt – 5 Nov
Yi$1 157 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-199
Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-Nottinghamshire
I-Fosse Paddock Country Studio 4 - Indawo yokupaka yasimahla
2–30 Dis
Yi$2 451 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-178
Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-Cropwell Bishop
I-Fosse Paddock Country Studio 1 - Ukupaka Kwamahala
9 Okt – 6 Nov
Yi$2 451 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-149

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.