Iindawo Zokurenta Inyanga eKirchdorf

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Rüti bei Riggisberg
Biohof Schwarzenberg
19 Feb – 19 Mat
Yi$1 530 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-101
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Münsingen
Iflethi okanye indlu ekwicomplex esembindini kwindlu esefama
21 Jun – 19 Jul
Yi$1 619 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-177
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Uttigen
Iflethi entle enamagumbi ayi-2 kunye neentaba
16 Sep – 14 Okt
Yi$1 840 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-145
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Rubigen
Incinci kodwa intle phakathi kweTun neBern
31 Jan – 28 Feb
Yi$1 482 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-143

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.