Iindawo Zokurenta Inyanga eKirkjufell

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Grundarfjörður
I-Nónsteinn -2- Yonwabela ubomi emaphandleni.
3–31 Jan
Yi$5 622 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-1184
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Grundarfjörður
Чlfasteinn, Indawo ekuyiwa kuyo eParadise;)
21 Feb – 21 Mat
Yi$7 620 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-240
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Grundarfjörður
Ubomi beGrásteinn-1-Enjoy emaphandleni.
18 Feb – 18 Mat
Yi$6 661 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-1023
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Grundarfjörður
I-Lárperla / Ocean Pearl
5 Nov – 3 Dis
Yi$5 291 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-1033

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.