Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eKissimmee

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Kissimmee
Ezisandul 'ukulungiswa kufutshane neDisney ne-Universal Orlando
4 Sep – 2 Okt
Yi$1 504 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Kissimmee
3 bedroom Villa in Kissimmee
Yi$2 240 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-Kissimmee
I-Disney Fumana Kude!
2–30 Sep
Yi$2 244 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Clermont
Stylish Villa Private Pool-SPA Near Parks Disney!
15 Sep – 13 Okt
Yi$3 666 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseKissimmee

Medieval Times Dinner & Tournamentbayi 346 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Silver Spurs Arenabayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
FantasyWorld Resortbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Nika Amaqhinga Umhlaba Villagebayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Osceola Heritage Parkbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Walmart Supercenterbayi 44 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.