Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eOrlando

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Kissimmee
Ezisandul 'ukulungiswa kufutshane neDisney ne-Universal Orlando
11 Jan – 8 Feb
Yi$1 635 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Orlando
Indlu Esemaphandleni Yabucala eMills50
30 Mey – 27 Jun
Yi$2 237 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Winter Park
I-Apt D -Modern Elegance in the Heart of Winter Park
13 Dis – 10 Jan
Yi$3 926 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Orlando
I-condo yabucala ebiyelweyo kufutshane nesikhululo seenqwelo-moya - IWIFI neCable TV
11 Okt – 10 Nov
Yi$2 124 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseOrlando

Universal CityWalkbayi 991 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Orlando Vineland Premium Outletsbayi 1 502 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Florida Mallbayi 656 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Outlets Orlandobayi 116 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Mall at Milleniabayi 1 167 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Center ye-Amwaybayi 259 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.