Iindawo Zokurenta Inyanga eLa Cruz de Huanacaxtle

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi e-Cruz de Huanacaxtle
I-Tropical Chic Condo kunye nePanoramic View Balcony
8 Nov – 6 Dis
Yi$2 949 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-172
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-La Cruz De Huanacaxtle
I-condo entsha kunye Neendawo Zokubuka Ulwandle!
21 Okt – 18 Nov
Yi$3 140 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-152
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-La Cruz de Huanacaxtle
Isitudiyo segumbi lokulala elinye le-Luxury - La Cruz de Huanacaxtle
21 Mat – 18 Epr
Yi$4 376 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-186
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Cruz de Huanacaxtle
Indlu entle yeTropiki neendawo EZIJONGE ulwandle!
15 Aga – 12 Sep
Yi$1 735 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-75

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLa Cruz de Huanacaxtle

Iplaya la Manzanillabayi 23 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Marina Riviera Nayarit at La Cruzbayi 57 abantu basekuhlaleni abayincomayo
B Nayarbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mercado Del Marbayi 21 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tacos On The Streetbayi 66 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Eva Mandarina Beach Clubbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.