Iindawo Zokurenta Inyanga eLaax

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Laax
Re-LAAX, isembindini; ukuhlamba nokunyuka intaba
10 Sep – 8 Okt
Yi$2 700 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Laax
Iflethi ekhethekileyo kunye ne-chic "Refugi Arena Alva"
23 Okt – 20 Nov
Yi$2 483 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Laax
Isitudiyo esibonisa iintaba, iPuli neSauna - iLaax
22 Jul – 19 Aga
Yi$3 127 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Flims
Iflethi okanye indlu ekwicomplex eyi-2 1/2, ibhalkhoni/ipuli yangaphakathi/i-sauna/pp
27 Epr – 25 Mey
Yi$2 452 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLaax

Bellevuebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Riders Hotelbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
rocksresortbayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Connbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Waldhaus Flimsbayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Prau la Selvabayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.